Download lagu ifani - ifani iingoma ezimnandi Mp3

ifani - ifani iingoma ezimnandi

Listen: 36

Duration: 04:00

MP3 size: 5.49 MB

Lirik Lagu ifani iingoma ezimnandi oleh ifani :

Ngidlalele ingom'ezimnandi
Ngidlalele ingom'ezimnandi
Ngidlalele ingom'ezimnandi
UMamThembu uthand'ingom'ezimnandi

Ndikhule eBlawa ndikhule ndingamazi uTata
UmaKhulu wam ndikhule ndimubiz' UMama,
Undikhulisile uMama, undifundisile uMama,
Ndigeza endibetha ngezandla, undilungisile uMama,
Zange ndalibona uthando olunjeeee njengelakho Mamthembu abantu bendibona mna ndinje luthando lwakho Mamthembu,
Ndikhule ndikufundela Mama ndisithi ndizakubulela Mama ndisithi ndizaku culela Mama
IZulu kodwa lakhetha ukukuthatha

So ndiyaceka Yesu uzumngcine uMama xa ehleli nawe uzum'dlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela Bawo Uzumgcine Umama,
Xa ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi,
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom' ezimnandi
(Uzum) mdlalele ingom'…

Download Lagu MP3 Bagus Terkait :

Home